Umarko 9:1 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, kukho abathile kwabakhoyo apha abangayi kuze beve kufa, bade bakubone ukuthwasa kolawulo lukaThixo olunobunganga.”

Umarko 9

Umarko 9:1-5