Umarko 8:20 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakhona wathi: “Okuyá ke izonka ezisixhenxe ndandiziqhekezela amawaka amane, zazingaphi na iibhaskiti ezazizele yintsalela?”Bathi ke: “Zazisixhenxe.”

Umarko 8

Umarko 8:15-28