Umarko 8:17 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu, ekwazi oko bakuthethayo, wathi kubo: “Yini na ukuba nithethe ngokungabi nazonka? Anikaqiqi na; aniqondi na? Ngaba iqaqadekile na intliziyo yenu?

Umarko 8

Umarko 8:14-21