Umarko 8:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mihla, xa kwakuhlanganisene isihlwele kwakhona, singenanto sinokuyitya, uYesu wababizela kuye abafundi bakhe, wathi kubo:

Umarko 8

Umarko 8:1-7