Umarko 7:5 Ibhayibhile (XHO96)

AbaFarasi nabachazi-mthetho bambuza ke uYesu, besithi: “Kutheni na ukuba abafundi bakho bangenzi ngokwesithethe samanyange, le nto batya isonka ngezandla ezingahlanjwanga?”

Umarko 7

Umarko 7:1-6