Umarko 7:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku akungeni entliziyweni yakhe, kungena esiswini, kuze kuphume xa aye ngasese.” Ngala mazwi uYesu wayesithi zonke izidlo zihlambulukile.

Umarko 7

Umarko 7:12-28