Umarko 6:37 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa waphendula wathi kubo: “Bapheni nina ukutya.”Bathi kuye ke: “Masithini ke? Uthi masiye kuthenga izonka zeerandi ezingamakhulu amabini, sibaphe batye?”

Umarko 6

Umarko 6:32-43