Umarko 6:31 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu wathi kubo: “Yizani ngasese kwindawo engenabantu, niphumle kancinane;” kuba babebaninzi abaphuma bengena, baza ababa nalo nethutyana eli lokuba batye.

Umarko 6

Umarko 6:24-32