Umarko 5:36 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu yena, eyivile loo nto, wathi kwigosa lendlu yesikhungo: “Musa ukoyika; kuphela kholwa wena.”

Umarko 5

Umarko 5:30-43