Umarko 5:20 Ibhayibhile (XHO96)

Wemka ke, wakuxela kummandla weeDolophu eziliShumi oko uYesu wayemenzele kona. Bamangaliswa bonke abantu.

Umarko 5

Umarko 5:18-27