Umarko 4:26 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakhona uYesu wathi: “Ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nokuthi umntu ahlwayele imbewu entsimini,

Umarko 4

Umarko 4:20-32