Umarko 4:24 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakhona wathi kubo: “Yilumkeleni into eniyivayo. Umlinganiselo enibalinganisela ngawo abanye, niya kulinganiselwa kwangawo nguThixo nani, kuze kongezwe kuni, nina nivayo.

Umarko 4

Umarko 4:16-26