Umarko 4:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakhona uYesu wathi kubo: “Ngaba isibane sikhe siqutyudelwe ngethunga okanye sifakwe phantsi kwebhedi na? Asixhonywa endaweni yaso yini na?

Umarko 4

Umarko 4:14-26