Umarko 4:12-15 Ibhayibhile (XHO96)

12. ukuze, njengoko zitshoyo *iziBhalo,“ ‘Bebona nje, babone bangaqiqi;besiva nje, beve bangaqondi;hleze baguquke, baxolelwe.’”

13. Wathi ke kubo uYesu: “Aniwulandeli na lo mzekeliso? Niya kuyazi kanjani kakade imizekeliso?

14. Umhlwayeli lo uhlwayela ilizwi.

15. Abo ke basendleleni, apho ilizwi likaThixo lihlwayelwa khona, ngâbo bathi, bakuba bevile, bafikelwe kwangoko nguSathana, emke nalo ilizwi elihlwayelweyo kubo.

Umarko 4