Umarko 2:27-28 Ibhayibhile (XHO96)

27. Waza wathi ke kubo: “UMhla woPhumlo lo wabakho ngenxa yomntu, asinguye umntu owabakho ngenxa yawo.

28. Ngoko ke uNyana woLuntu uyiNkosi yawo noMhla woPhumlo.”

Umarko 2