Umarko 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ekuvile oko uYesu, wathi kubo: “Ugqirha akafuneki nganto kwabaphilileyo, ufuneka kwabagulayo. Andizanga kubiza malungisa, ndizé kubiza aboni.”

Umarko 2

Umarko 2:14-21