Umarko 2:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kwakuba ntsuku, uYesu wabuyela eKapernahum; kwavakala ukuba usekhayeni lakhe.

2. Ke kwahlanganisana into eninzi yabantu, kwada akwabikho ndawo nangasemnyango.Kwathi ke xa uYesu wayesashumayela,

Umarko 2