Umarko 16:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ekuseni ngeCawe, akuba uYesu evukile ekufeni, wabonakala kuqala kuMariya waseMagadala. Ke yena ngulo uYesu wayekhuphe iindimoni ezisixhenxe kuye.

Umarko 16

Umarko 16:3-10