Umarko 15:46 Ibhayibhile (XHO96)

UJosefu ke, ethenge ilinen, wamthula uYesu, wamsongela kuyo, wambeka engcwabeni elalixholwe eliweni, waqengqela ilitye, walivala ingcwaba.

Umarko 15

Umarko 15:44-47