Umarko 15:36 Ibhayibhile (XHO96)

Wabaleka omnye, wazalisa imfunxa ngewayini emuncu, wayibeka engcongolweni, wamseza, esithi: “Kahleni, khe sibone ukuba uEliya woza kumthula na.”

Umarko 15

Umarko 15:29-46