2. UPilato wambuza esithi: “Unguye na ukumkani wamaJuda?”Waphendula yena wathi kuye: “Nawe utsho.”
3. Bammangalela ke uYesu ngeendawo ezininzi ababingeleli abaziintloko.
4. Waphinda uPilato wambuza esithi: “Akuphenduli nento le na? Khangela ukuba ninzi kwazo iindawo abakumangalela ngazo.”