Wathi ke kubo uPilato: “Kuba enze bubi buni na?”Kodwa kwaba kukhona bankqangazayo, besithi: “Mbethelele emnqamlezweni!”