Kaloku uDavide ngokwakhe, ekhokelwa nguMoya oyiNgcwele, wathi:“ ‘Yathi iNkosi eNkosini yam:Hlala ngakum kweli wongalo gama ndikoyisela iintshaba zakho.’