Umarko 12:19 Ibhayibhile (XHO96)

“Mfundisi, uMosis wasibhalela umthetho esithi: ‘Ukuba ubani uthe wafa, eshiya umfazi engekabi nabantwana, makathi umntakwabo amngene umfazi lowo, baze bamzalele abantwana umfi lowo.’

Umarko 12

Umarko 12:10-26