Baphendula ke bathi kuYesu: “Asazi.”Waphendula uYesu wathi kubo: “Nam ke andinixeleli ukuba ndizenza ngagunya lini na ezi zinto.”