Umarko 11:15 Ibhayibhile (XHO96)

Bafika ke eJerusalem, uYesu waya kungena *endlwini kaThixo, waza wabakhupha abathengayo nabathengisayo, wathi neetafile zabatshintshi bemali nezihlalo zabathengisa amahobe wazibhukuqa.

Umarko 11

Umarko 11:13-22