Umarko 10:7-10 Ibhayibhile (XHO96)

7. Yiyo ke loo nto indoda ishiya uyise nonina nje, inamathele kumkayo,

8. baze bamanyane.’ Ngako oko ke àbasebabini; banye.

9. Abo ke ngoko uThixo abamanyileyo mabangahlulwa mntu.”

10. Endlwini abafundi bakhe babuya bambuza uYesu ngayo loo nto.

Umarko 10