Umalaki 3:2 Ibhayibhile (XHO96)

Yaz'ba ngubani na oya kuba nako ukuyinyamezela loo mini yokugaleleka kwakhe? Ingubani onokumelana naye akuthi gqi? Kaloku wofana nqwa nesephu ecocayo, abe matwa nomlilo wokunyibilikisa.

Umalaki 3

Umalaki 3:1-11