Umalaki 2:7 Ibhayibhile (XHO96)

“Imilebe yombingeleli imelwe kukugcina ulwazi, abantu bafumane umyalelo emlonyeni wakhe, kuba kaloku ungumthunywa kaNdikhoyo onamandla onke.

Umalaki 2

Umalaki 2:6-9