Umalaki 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo udiniwe ngamazwi enu, nibe nisithi: “Simdinise ngantoni?”Nimdinise ngokuthi: “Bonke abenzi bobubi balungile emehlweni kaNdikhoyo; yena wanelisekile ngabo.” Kwakhona ke nina nithi: “Yaz'ba uphi na uThixo wobulungisa?”

Umalaki 2

Umalaki 2:16-17