Uluka 9:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena wathi kubo: “Bapheni nina ukutya, batye.”Bathi bona: “Sinezonka ezihlanu neentlanzi ezimbini kuphela. Asinakubatyisa ngaphandle kokuba siye kubathengela ukutya bonke aba bantu.”

Uluka 9

Uluka 9:6-16