Uluka 9:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uYesu ubabizele ndawonye abafundi bakhe abalishumi elinambini, wabanika amandla negunya lokoyisa zonke iindimoni, nokuphilisa izifo.

Uluka 9

Uluka 9:1-9