Uluka 8:37 Ibhayibhile (XHO96)

Yaza yonke loo nkitha yommandla wamaGergesa yambongoza uYesu ukuba emke khona, kuba babesoyika kakhulu. UYesu ke waya kungena esikhitshaneni, wemka.

Uluka 8

Uluka 8:28-43