Uluka 8:35 Ibhayibhile (XHO96)

Baphuma ke abantu, baya kuyibona loo nto yenzekileyo. Bafika kuYesu, bayifumana loo ndoda wayekhuphe kuyo iindimoni ihleli phantsi ngakuYesu, inxibile, inengqondo; baza ke boyika.

Uluka 8

Uluka 8:34-45