Uluka 8:25 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi kubo: “Luphi na ukholo lwenu?”Bona ke babesoyika, bemangalisiwe, besithi omnye komnye: “He bethu, ngumntu onjani lo ude alulanyelwe ngumoya nangamanzi!”

Uluka 8

Uluka 8:18-33