Uluka 7:38 Ibhayibhile (XHO96)

Waya kuma ngasemva koYesu, ngasezinyaweni zakhe, elila; waza wazifefa iinyawo zakhe ngeenyembezi, wazisula ngeenwele zakhe, wazanga iinyawo zakhe, wazithambisa ngamafutha lawo.

Uluka 7

Uluka 7:30-43