Uluka 7:24 Ibhayibhile (XHO96)

Bakuba bemkile abathunywa bakaYohane, uYesu wathetha ngoYohane kwisihlwele, esithi: “Naphuma nisiya kubona ntoni na entlango? Yayiyingcongolo na, izanya-zanyiswa ngumoya?

Uluka 7

Uluka 7:20-31