Uluka 7:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku, kwangelo xesha, uYesu wayephilisa abaninzi kwizifo zabo, nakwizibetho zabo, nakwiindimoni, waza neemfama ezininzi wazinika ukubona.

Uluka 7

Uluka 7:18-24