Uluka 5:7 Ibhayibhile (XHO96)

Baza bakhweba abalingane babo ababekwesinye isikhitshana, ukuba beze kubancedisa. Beza ke, bazizalisa zozibini izikhitshana, zada zaphants' ukutshona.

Uluka 5

Uluka 5:1-10