Uluka 5:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kwaba kukhona ke uYesu angundabamlonyeni; kwaza kwabuthelana isihlwele esikhulu, sisiza kumphulaphula nokuphiliswa nguye kwizifo ngezifo.

Uluka 5

Uluka 5:5-19