Uluka 4:40 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ukutshona kwelanga, bonke abo babenabagula zizifo ngezifo babazisa kuYesu. Yena wababeka izandla bonke ngabanye, wabaphilisa.

Uluka 4

Uluka 4:39-41