Uluka 4:20 Ibhayibhile (XHO96)

Eyisongile incwadi uYesu, wayibuyisela kwisicaka, wahlala phantsi. Amehlo abo bonke ababesendlwini yesikhungo ayondele kuye;

Uluka 4

Uluka 4:13-27