Uluka 23:52-54 Ibhayibhile (XHO96)

52. Yona ke yaya kuPilato, yawucela umzimba kaYesu;

53. yaza yawuthula, yawusongela ngengubo yelinen, yawubeka engcwabeni elixholwe eliweni, ebekungekangcwatywa bani kulo.

54. KwakungoLwesihlanu, *uMhla wokuPhumla sewusondela.

Uluka 23