Uluka 23:51 Ibhayibhile (XHO96)

Yona yayingavumelananga necebo labo kwanesenzo sabo. Le ndoda yaseArimati, idolophu yamaJuda, yayilulindele ulawulo lukaThixo.

Uluka 23

Uluka 23:45-56