Uluka 23:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kwaba kukhona bazingisayo besithi: “Údungadunga abantu, efundisa kulo lonke elakwaJuda, ukususela kwelaseGalili, kude kube lapha.”

Uluka 23

Uluka 23:1-13