Uluka 23:25 Ibhayibhile (XHO96)

Wabakhululela lowo babemcela, owayethe ngenxa yesiphithi-phithi nokubulala waphoswa entolongweni. Ke yena uYesu wanikelwa ukuba kwenziwe kuye ngokwesicelo sabo.

Uluka 23

Uluka 23:21-35