Uluka 20:13 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi umnini-sidiliya: ‘Ndiya kuyithini na le nto? Mandithume unyana wam endimthandayo. Mhlawumbi bomhlonela yena.’

Uluka 20

Uluka 20:10-21