Uluka 2:38 Ibhayibhile (XHO96)

Wasondela ke ngelo lixa uAna, wathelela ekudumiseni uThixo. Wayethetha ngoMntwana lowo kubo bonke ababelindele ukukhululwa kweJerusalem.

Uluka 2

Uluka 2:33-43