Uluka 19:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. UYesu wangena eJeriko, egqitha khona.

2. Ke kaloku kwakukho ndoda ibizwa ngokuba nguZakeyi, eyayiyintloko yabaqokeleli-rhafu, isisityebi.

3. Yayifuna ukubona uYesu, kodwa ngenxa yokusithwa yindimbane ayaba nako, kuba yayimfutshane ngesithomo.

Uluka 19