Uluka 18:39 Ibhayibhile (XHO96)

Abo babehamba ngaphambili bayikhalimela ukuba ithi tu, kodwa kwaba kukhona yona ikhwazayo ngakumbi, isithi: “Nyana kaDavide, ndenzele inceba!”

Uluka 18

Uluka 18:32-41